




12 BONAXHOSA-May 996 Umthetho
Ukusebenza kakubi kukaNoxolo
Siphiwe: Ngoko uMnu. Ramsden ukugxothiswe kukunganeliswa ngumsebenzi wakho. Ngaba ubekhe wakuqeqesha okanye aqwatasele umsebenziwakho?
Siphiwe: Ndicinga ukuba ufanele ukummangalela. UMnu. Ramsden akazange akuqeqeshe. Akazange azame ukufumana indlela yokusombutula ingxaki yakho ngaphambi kokuba akugxothe.

Siphiwe: Usenokunikwa imbuyekezo kuba anisavani noMnu. Rarnsden.







U-Nokuxolo Moletetsi ubesebenzi kwaGateway Parks and Gardens iminyaka eli-1 5. Wazibandakanya neAiiied Workers Union ngo-1 985. NgoMatshi kuqeshwa uMnu. Ramsden ukuba abe ngumphathi wakhe omtsha.
Emva kweenyanga ezimbini uMnu. Ramsden uthenga omatshini abatsha. UNokuxolo uzama ukusebenzisa umatshini kodwa akakwazi. Emva kokuba emtumkisile, uMnu. Ramsden uyamgxotha ngenxa yokunganeliswa ngumsebenzi wakhe. UNokuxolo ukholwa kukuba ugxothwe engafanelekanga? Ufaneie athini?
Inyathelo loku-1:
Ukwenza isigqibo sokumangakz
Nangona uMoletetsi ekholwa kukuba ugxothwe engafanelanga, kuyafuneka afumane ukuba umthetho uthini. Kuba elilungu lombutho wabasebenzi, unokuthetha neshopsteward ngengxaki yakhe. Xa ebengelilo ilungu lombutho wabasebenzi, ufanele aye kucela uncedo kwiofisi ekufutshane yeLegal Aid.
Makhe sive icebiso leshopsteward kaSiphiwe.
Nokuxolo:	Hayi, wasuka nje wandixelela ukuba xa ndingawuphuculi umsebenzi wam uza kundigxotha.
Nokuxolo:	Ngaba kuza kwenzeka ntoni kwelam ityala?








umsebenzi engasenako ukubuyela apho ebesebenza khona kuba engasevani nabanye abasebenzi ngenxa yokugxothwa
kwakhe.
Xa enganako ukubuyiselwa emsebenzi wakhe umsebenzi uhlawulwa imbuyekezo. Udla ngokuhlawulwa ngesixa semali.
Esinokuba:
yimali yemivuzo yeminyaka emibini yokugxothwa ungafanelanga. xa umqeshi esoyiswa kukuchaza izizathu ezivakafo akugxothele zona, ufumana imivuzo yonyaka.
Kubhale uUna Seery. lifoto zifunyenwe kwaNatal Newspapers.

Umthetho



Inyathelo 2:
Ukusombulula imbambano
Umoletets neshopstewrd yakhe bagqibe ekubeni ufanele amangale. Kufuneka bafumane indawo abanokucela uncedo lokusonjululwa kwembambano.
Umthetho omtsha uchaza yonke imibutho namaqumrhu achophela iimbambano. Kufuneka owona mbutho ukufaneleyo. Oko kuxhomekeka ekubeni:
kugxothwe iqela labasebenzi na okanye kugxothwe umsebenzi omnye,
nakwisizathu sokugxothwa kwakho.

Ukugxothwa komntu omnye kuba engasebenzi kakuhfe okanye ukungaziphathi kakuhle kuchotshelwa yiCommission for Conciliation, Mediation and Arbitration (CCMA) okanye iBargaining or Statutory Council (BCISC).

Ngaba oko kuthetha ntoni? l-CCMA liqumrrhu efitsha elisandui ukusekwa. Amalungu azimeleyo eCCMA achophela yaye asombulule iimbambano. Oku kuthetha ukuba aphulaphula okutshiwo ngumsebenzi nangumqeshi baze benze isigqibo sokuba ubefanele na okanye ubengafanelanga ukugxothwa umsebenzi.

lkho eminye imibutho echophela iimbambano. Ezi ziiBargaining and Statutory Councifs kunye neLabour Court neLabour Appeat Court. lshopstewrd yakho okanye umququzeleli wombutho wabasebenzi uya kukuxelela eyona ufanele ufake isimangalo sakho kuyo.

Kwenzeka ntoni xa nphninelele etyaleni?
KuIe mihta abasebenzi abaninzi bayabuyiselwa emsebenzini xa bebegxothwe bengafanelanga. Oko kuthetha ukuba ubuyiselwa kumsebenzi obuwenza ngaphambi kokuba ugxothwe. Awulahlekefwa ngamalungelo akho obunawo ngaphambi kokuba ugxothwe.

Umsebenzi akabuyiselwa kuphela xa:

inkampani ivafwa;

umsebenzi engasafuni ukubuyela kulo nkampani
Imibuzo yabasebenzi ngokugxothwa ungafanelanga
Ndigxothelwe ukusoloko ndifika emva kwexesha emsebenzini. Ityala lam ndilisa kwiCCMA. Ngaba kufuneka ndibe negqwetha eliza kundithethelefa?
Kule mihla kulula kumbutho wabasebenzi ukulwa nokugxothwa ungafanelanga. Xa ityala lakho liza kuchotshelwa yICCMA, akukho mfuneko yokubhala amaphepha omthetho. Kwakhona awunakuvunyelwa ukuba umelwe ligqwetha ngokunjalo nabaphathi benkampani yakho. Ngumchopheli wetyala kuphela onokwenza isigqibo sokuba angabakhona na amagqwetha yaye oko ukwenza xa ebona ukuba kukho icala ellcinezelekayo.
Ndagxothwa eAlberton Bakery ngoJanuwari nyakenye. Ndifuna ukumangalela umqeshi wam ukuze angabagxothi abanye abasebenzi. Kodwa ndibona ngathi selilide ixesha endigxothile. Ndingathini? Uneenyanga ezi- 6 zokumangala. Kufuneka umangale ngokukhawuleza. Ukuba ulllungu lombutho wabasebenzi cela icebo kuyo.







14 BONA XHOSA - May 1996 Imisebenzi
Ukutyeea n aw
Amawaka-waka abantu batyelela kwiinclawo ngeendawo zeli nezehlabathi ngonyaka. Ukuze iiholide zabo zibe yimpumelelo kufuneka babe
baninzi abantu abasebenza kwishishini lokhenketho. Kule nyanga uTyhila Ufunde
uqwalasela umsebenzi wokhenketho - umsebenzi womntu onceda abakhenkethi osebenza eofisini.
Ndakuqhela ngoko ukuhamba.
Ndathi ndakuphumelela
ULyzzette Mazibuko usibalisela ,igoinsebenzi wakhe










A bantu bacinga ukuba
 imisebenzi yokhenketho  ilula nokuthi maninzi amathuba okutyeieta iindawo. Eneneni akunjaio - imini yomntu owenza lo msebenzi inzima gqitha. Umsebenzi wokhenketho ngowona msebenzu unzima ehtabathini.

Oku kutshiwo riguLynette Mazibuko oligosa lokhenketho kwiofisi yokhenketho noneminyaka emibini ewenza lo msebenzi.

ULynette wakhuleta eSwazini.
Uyise wayenguMphathi	womzi-
mvelisoyaye	-
usapho
lwakowabo
twalufudukela
kwiindawo
ngeendawo
zelizwe.
imatriki ndacinga ukuba Kungani ndingenzi umsebenzi wokhenketho? ndaza ndaya kuthetha nomcebisi ngaloo nto. Lo ngumsebenzi endazimisete ukuwenza kwasekuqaleni. Abantu abaninzi bawenza lo msebenzi kuba bendayifumani eminye imisebenzi. Bafumanisa ukuba abonwabi kuwo baze bawuyeke. Kufuneka uzinikeie kumsebenzi wokhenketho -wakungena kuwo kufuneka uzimisele.

Unokuwufundela
phi
Iinkampani ezininzi azithandi ukuqesha umntu osaphuma esikolweni nonesiqinisekiso sematriki kuphela. Zikho izifundo ozenza imini yonke, ozenza ngamaxesha
athite nozenza ngembalelwano
onokuzenza.
(Jonga kwelinye iphepha)

lzifundo ezininzi ziquka iTicketing, iGeography, iCommunication, iMarketing,
iAccountancy neComputor Systems.

Usethubeni tokuwufumana lo msebenzi xa ungumntu okhe watyeleta kwiindawo ngeendawo. Phofu oko akunyanzelekanga.Xa usandul ukuqesha kwiofisi yohambo udla ngokubhalisa abantu abahamba ngeenqweto-moya zangaphakathi. Wenza nezinto ezininzi eziquka nokuhamba eMzantsi-Afrika. Kungoku nje ndithengisa ilizwe leeComores nelaseMauritius kodwa andizange ndikhe ndiye khona.

Ngokuhamba kwexesha wenza izifundo zohambo oluququzefetwa ziinkampani zokhenketho ezizama ukwazisa iindawo ezithile. Bakunika ithuba lokuba uyobona indawo okhuthaza abantu ukuba bayityelele. Igosa lokhenketho kufuneka tibe nolwazi oluphangaleleyo yaye fitazi ihlabathi nobume beendawo. Kufuneka uzazi izinto eziqhubekayo ukuze ube nokucebisa abaxumi bakho ngeendawo abanokutyelela kuzo.

Iiiini yalo mselenzi
Umsebenzi wokhenketho unzima kuba ufumana abaxumi abali-15 nabangama-20. Alikho ixesha lokwenza enye into ngaphandle kokusebenza. Kodwa ekupheleni kwemini ngumsebenzi onomvuzo
- unokufunda ngawo onke amazwe ehlabathi.














oku kher ketha
BONA XHOSA - May I 996 I 5 Imisebenzi
kwexesha ube ngumcebisi oyinttoko. Zininzi izinto onokuzenza, ingakumbi kwinkampani enkutu. Akho amathuba okuba ngumphathi nawokwazisa abantu. Ndiyazi ukuba ndiza kuqhubela phambili.
ULynette noUna (uMhleli kaTyhila Ufunde) bahleka izjnto ezibaliswa nguLynette itgaphandle kweofisi yeTravel Agent
	c .	. -	c. ..
	- - G	.	...
.e. e .	 . . . .Q.	-	
	.	o		.	-	r,r,	.,.c.
				-	.e..				-				g.
	- , - - -:					. i		. o	.	   Q 	-	 C
	- , m	.G,	. . .	- .
	- .	- - ..	. .	Q	.	m


.	o. - - - - . . -e - i . e
	 -. .	 .	- 	 -	- 	. -  : - .
	.,	-t	. p-. 	. - 	- 	-








Sakuqonda okufunwa ngumntu siya kwinkampani yokhenketho ukuze sifumane iindfeko zofo khenketho. Sijonga eyona ndawo inexabiso elincumisayo size sibabhalise kwiinqwelo-moya. Abantu abajongene nokhenketho ngabo abajongana nokuhamba ezindleleni.

Kufuneka ube nobuchule bokuququzelela kufo msebenzi. Unceda abaxumi abaninzi gqitha, yaye ngamnye uneemfuno zakhe. Ukuze ube nempumelelo kufuneka wenze izinto ezininzi ngexesha elinye ufigcine.

Umntu ofanele lo
msebenzi
Ngenxa yenani labaxumi osebenza ngabo kwiofisi yokhenketho kufuneka ube ngumntu wabantu. Kufuneka ube nobuhlobo yaye ukwazi ukuqhagamshefana nabantu. Kufuneka yzimisefe ukusebenza iiyure ezinde, yaye ujongene nomsebenzi omninzi. Abaxumi abaninzi barhabaxa. Kufuneka ubenze baqonde ukuba uyawenza umsebenzi wakho. Uya kufumana ukuba banobuhfobo ekugqibeteni. Xa uba nomsindo ngokukhawuleza, awunakuwenza kakuhle lo msebenzi.

Iimeko zokusebenza
Ayincumisi kwaphela imivuzo yomsebenzi wokhenketho. Nangona ufumana amathuba okuhamba, kodwa ke ikho imati encinane oyihlawulayo. Jiofisi ezininzi zokhenketho ziyavuia ngoMgqibelo nangeeholide ezithile.

Unokunqandwa ziinkwenkwezi kumsebenzi wokhenketho. Unokuqalisa ngokusebenza ereception uze ngokuhamba
	Nifundiswa ngephepha likaMondi

		BONA XHOSA - May I 996 1 3

	Nifundiswa ngephepha likaMondi

